UNPKG

scratch-l10n

Version:
80 lines 6.53 kB
{ "addToStudio.title": "Yongeza estudiyo", "addToStudio.finishing": "iyaqibezela.....", "addToStudio.inviteUser": "Mema umsebenzisi ukuba ongeze kwi studiyo", "project.titleMaxLength": "Isihloko side kakhulu", "project.musicExtensionChip": "Umculo", "project.penExtensionChip": "Usiba", "project.text2SpeechChip": "Umbhalo ukuya kwintetho", "project.translateChip": "Tolika", "project.videoSensingChip": "Ukuva ividyo", "project.faceSensingChip": "Face Sensing", "project.needsConnection": "Uqhagamshelwano lweemfuno", "project.comments.header": "Iizimvo", "project.comments.toggleOff": "Izimvo zicinyiwe", "project.comments.toggleOn": "Izimvo zivuliwe", "project.comments.turnedOff": "Commenting for this project has been turned off.", "project.comments.turnedOffGlobally": "Project comments across Scratch are turned off, but don't worry, your comments are saved and will be back soon.", "project.share.notShared": " Le projekth akwabelwananga ngayo — ngako oko ke nguwe kuphela onokuyibona. Cofa u-share ukwenza wonke umntu ayibone!", "project.share.sharedLong": "Siyavuyisana nawe ngokwabelana ngeprojekth yakho! Abanye bangayizama ngoku, banike izimvo, kwaye bayixube okutshaa.", "project.share.sharedShort": "IProjekth yakho kwabelwene ngayo ngoku", "project.share.shareButton": "Yabelana", "project.seeInsideButton": "Bona ngaphakathi", "project.remix.justRemixed": "\"{title}\" ixutyweokutsha ngempumelelo. Yongeza i-sprite, yongeza isinxibo, yenza utshintsho ukuyenza eyakho. ", "project.remixButton": "Xuba okutsha", "project.remixButton.altText": "Gcina ikopi yale projekth kwaye wongeze nezakho izimvo.", "project.remixButton.remixing": "Ukuxuba okutsha", "project.remixes": "imixube emitsha", "project.viewAllInList": "Jonga konke", "project.inviteToRemix": "Mema umsebenzisi axube okutsha", "project.instructionsLabel": "Imiyalelo", "project.notesAndCreditsLabel": "Amanqaku kunye nokuvuma iimisebenzi yabantu", "project.credit": "Enkosi kwi {userLink} ngeprojekthi yoqobo {projectLink}.", "project.deletedBanner": "Le projekth ikwifolda yenkunkuma", "project.defaultCensoredMessage": "This project was removed by the Scratch Team because it was disrespectful, inappropriate for all ages, or otherwise breaks the Scratch {communityGuidelinesLink}.", "project.communityCensoredMessage": "Iprojekth yakho akwabelwananga ngayo okwethutyana kuba abantu abaninzi bayixele njengengafanelekanga", "project.willReviewCensoredMessage": "Iqela le-Scratch liza kuyijonga le projekthi ngokusekwe kwi {communityGuidelinesLink}, kwaye libuyisele iprojekthi okanye liqinisekise ngovalo", "project.tempCensoredMessage": "Nceda ufunde i- {communityGuidelinesLink}kwaye uqiniseke ukuba uhlela iprojekthi ukuze uqiniseke ukuba iyahlonipha phambi kokuba wabelane ngayo.", "project.permCensoredMessage": "Akunakwabelwana ngayo nanini na kwixa elizayo.", "project.communityGuidelines": "imigaqo yoluntu", "project.moderationInfoLabel": "ulwazi lokumodareyitha", "project.numScripts": "{number} imibhalo", "project.numSprites": "{number} iziisprite", "project.descriptionMaxLength": "Inkcazo inde kakhulu", "project.notesPlaceholder": "Uyenze njani le projekth? Usebenzise imibono, imibhalo okanye ubugcisa obuvela kwabanye abantu? Babulele apha", "project.descriptionPlaceholder": "Xelela abantu ukuba bayisebenzisa njani iprojekth yakho (njengokucofa awaphi amaqhosha).", "project.cloudDataAlert": "Le projekthi isebenzisa idatha yelifu-inqaku elifumaneka kuphela kwizi-Scratchers ezityikityelwe ngaphakathi", "project.cloudVariables": "IiVariyebhil ezikhoyo elifini", "project.cloudDataLink": "Bona i-Datha", "project.usernameBlockAlert": "Le projekthi iyakwazi ukubona ukuba ngubani oyisebenzisayo, ngokusebenzisa ibhlok \"yegama lomsebenzisi\". Ukufihla isazisi sakho, tyikitya uphume ngaphambi kokusebenzisa iprojekth.", "project.inappropriateUpdate": "Hmm ... isixhobo sokukhangela igama elingalunganga sicinga ukuba kukho ingxaki ngombhalo wakho. Nceda uwutshintshe kwaye ukhumbule ukuba nembeko.", "project.mutedAddToStudio": "You will be able to add to studios again {inDuration}.", "project.cloudDataDisabledForPrivacy": "For privacy reasons, cloud variables have been disabled in this project because it contains video sensing or face sensing blocks.", "project.journey.controls.create": "Yenza", "project.journey.controls.choose.projectGenre": "What do you want to create?", "project.journey.controls.choose.type": "Which type?", "project.journey.controls.choose.start": "How do you want to start?", "project.journey.controls.game": "Game", "project.journey.controls.animation": "Oopopayi", "project.journey.controls.music": "Umculo", "project.journey.controls.game.clicker": "Clicker Game", "project.journey.controls.game.pong": "udlalo we-Pong", "project.journey.controls.animation.character": "Animate a character", "project.journey.controls.animation.fly": "Make it fly", "project.journey.controls.music.record": "Record a sound", "project.journey.controls.music.make": "Make music", "project.journey.controls.tutorial": "Tutorial", "project.journey.controls.starterProject": "Starter project", "project.journey.controls.onMyOwn": "On my own", "project.highlight.tutorials": "Click here for tutorials", "project.journey.play": "Click the green flag to see what this project does.", "project.journey.remix": "Make your own version!", "project.shareModal.title": "Share Project", "project.shareModal.description1": "You're about to share your project with this thumbnail:", "project.shareModal.description2": "Project thumbnails act like the front cover of your project. This image will appear in places like search results and your profile page to show other Scratchers what your project is about. If you'd like to change your project thumbnail, you can do so by clicking the \"<b>Set Thumbnail</b>\" button in the Editor. <a>Open Project in Editor</a>", "project.shareModal.description3": "Are you sure you want to proceed with this thumbnail?", "project.shareModal.cancel": "Rhoxisa", "project.shareModal.proceed": "Yes, I am sure", "project.shareModal.dontShowAgain": "Don't show this message again", "project.shareError": "Sorry, there was a problem sharing your project. Please try again later." }